
INDOD’ AYIKHALI
20 March 2024ICEBO
By Nkuthalo David Tyutulo
Product successfully added to the Quote List
ISBN NUMBER: 978-0-620-87220-1
SUMMARY.
Emva kokuba uVuyani wajikelwa nguMzoli kwezoshishino waqulunqa icebo lempindezelo ngesithandwa sakhe, uYolanda. Cebo elo lokuba uYolanda atshate noMzoli, aze athathe imali kaMzoli, amane emthumelela yona. Ubuhlungu belo cebo uYolanda waphetha ebaneemvakalelo, emthanda uMzoli. Kwathi xa kufika ithuba abuyele kuMvuyisi ngokwesibhambathiso wabe sekhaba ngawo omane esithi uyamthanda uMzoli. Wabe esithi kwathi kanti uVuyani akamxabisanga xa enokumthuma ukuba ayokulala kumandlalo wenye indoda ngenxa yesixhiba sezoshishino.
Kuyo yonke loo ntsumantsumane waphetha enabela uqaqaqa uYolanda ekhulelwe, egwintwe nguMzoli. Umntu owaya kulala ngaphaya kwezitshixo nguVuyani. Icebo likaVuyani laba krakra ngakuye ekugqibeleni!






Reviews
There are no reviews yet.